Main Article Content

Ukuqhwabela ukuba kuthathwe isigqibo sokugqibela ‘somThetho wezona zigwebo ziphantsi’


R Bedu

Abstract

Ngokoluvo olusebenzayo nolungagxeki ngokupheleleyo, abantwana bangumzekelo wethemba loluntu kunye nesiphiwo salo kwikamva lalo.’ Ubu-ethe-ethe bolu luvo busenokungabi yonyani ngokupheleleyo, ingakumbi eMzantsi Afrika apho bekusenzeka rhoqo izenzo zolwaphulo-mthetho ezinobundlobongela obenziwa lulutsha.

Journal Identifiers


eISSN: 2077-4907
print ISSN: 2077-4907